I-Study & Master Incindi Yolwini LwesiXhosa isisifundo esipheleleyo solwimi lwegumbi lokufundela lweSigaba seSiseko, kwaye sinika abafundi isiseko esinokubakho abanokuthi bazakhele kuso izakhono zolwimi. Incwadi Yomfundi epheleleyo: Inika lonke ulwazi nezakhono ezifunwa yiCAPS; Ibhalwe ngobuchule ukuze wonke umfundi akwazi ukufi kelela kuyo kwaye akwazi nokuzifundela ngaphandle kokufundiswa ngutitshala; Iqulethe amabali amnandi nanika umdla kwaye ayafundisa; Imifanekiso esencwadini ivuselela umdla nokucinga; Kukho uhlolo olusesikweni nolungekho sikweni. Incwadi Yokusebenzela enomongo: Yomeleza Incwadi Yomfundi; Umfundi uza kufumana imisebenzi efuna ukuba acingisise kwaye asebenzise izakhono zakhe ekuphenduleni imisebenzi eyahlukeneyo. Isikhokelo Sikatitshala esiqulethe izixhobo zokufundisa: Ixhobisa utitshala ngeendlela zokufundisa isifundo ngasinye; Ikwanika neempendulo ezibuzwe kwiNcwadi Yomfundi; Ufumana zonke iimpendulo zohlolo olusesikweni nolungekho sikweni; Kubalulekile ke ngoko ukuba utitshala azisebenzise zontathu ezi ncwadi.””

Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa Ibanga lesi-2 Isikhokelo Sikatitshala
R45,00
| Authors | |
|---|---|
| Language | |
| Copyright | |
| Publisher | |
| ISBN | 9781316663059 |
| Number Of Pages | |
| File Size | 22.44 mb |
| Format | EPUB |
| Edition | 1 |
| Published | 23-04-2018 |



